1
UZEFANIYA 1:18
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Nesilivere yabo negolide yabo ayisayi kuba nako ukubahlangula ngemini yokuphuphuma komsindo kaYehova; lotshiswa lonke ihlabathi ngumlilo wekhwele lakhe. Ngokuba uya kubaphelisa, inene, abènze into ekhwankqisayo bonke abemi behlabathi.
Compare
Explore UZEFANIYA 1:18
2
UZEFANIYA 1:14
Isondele imini enkulu kaYehova, isondele, ikhawulezile kakhulu. Yivani, imini kaYehova! Liyakhala ngokukrakra khona igorha.
Explore UZEFANIYA 1:14
3
UZEFANIYA 1:7
Yithini tu ebusweni beNkosi uYehova; ngokuba isondele imini kaYehova; kuba uYehova ulungise umbingelelo, ungcwalise abamenywa bakhe.
Explore UZEFANIYA 1:7