YouVersion Logo
Search Icon

UZEFANIYA 1:18

UZEFANIYA 1:18 XHO75

Nesilivere yabo negolide yabo ayisayi kuba nako ukubahlangula ngemini yokuphuphuma komsindo kaYehova; lotshiswa lonke ihlabathi ngumlilo wekhwele lakhe. Ngokuba uya kubaphelisa, inene, abènze into ekhwankqisayo bonke abemi behlabathi.

Video for UZEFANIYA 1:18

Free Reading Plans and Devotionals related to UZEFANIYA 1:18