1
UZEFANIYA 2:3
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Funani uYehova, nonke balulamileyo belizwe, bakwenzileyo okusesikweni kwakhe; funani ubulungisa, funani ululamo, mhlawumbi nòsitheliswa ngemini yomsindo kaYehova.
Compare
Explore UZEFANIYA 2:3
2
UZEFANIYA 2:11
Uyoyikeka uYehova kubo; kuba uyabangcungcuthekisa bonke oothixo behlabathi, ziqubude kuye zonke iziqithi zeentlanga, elowo esendaweni yakhe.
Explore UZEFANIYA 2:11