Ivangeli ka‐Mateyu 6:16-18

Ivangeli ka‐Mateyu 6:16-18 XHO1902A

Kanjako nxa nizilayo ukutya, ningabi njengabahanahanisi nisiti kunubembe; ngokuba bebenza bubi ubuso babo, ukuze babonakale ebantwini bezila. Ngokwenene nditi kuni: Sebewamkele umvuzo wabo. Wena kodwa, wakuzila ukutya, tambisa intloko yako, nobuso bako buhlambe; ukuze ungabonakali ebantwini uzila, kodwa ubonakale kuyihlo osemfihlekweni; noyihlo obonayo emfihlekweni, uya kukuvuza ekuhleni.

แผนการอ่าน และบทใคร่ครวญประจำวัน ตามหัวข้อ Ivangeli ka‐Mateyu 6:16-18 ฟรี