Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16

Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16 XHO1902A

Kanjako abantu abasibaneki isibane, basibeke pantsi kwento yokulinganisa, koko basibeka pezu kwekandelare, size sikanyele bonke abasendlwini. Kwa njalo makukanye ukukanya kwenu pambi kwabantu, ukuze babone imisebenzi yenu elungileyo, badumise uyihlo osezulwini.

รูปภาพข้อพระคัมภีร์สำหรับ Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16

Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16 - Kanjako abantu abasibaneki isibane, basibeke pantsi kwento yokulinganisa, koko basibeka pezu kwekandelare, size sikanyele bonke abasendlwini. Kwa njalo makukanye ukukanya kwenu pambi kwabantu, ukuze babone imisebenzi yenu elungileyo, badumise uyihlo osezulwini.Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16 - Kanjako abantu abasibaneki isibane, basibeke pantsi kwento yokulinganisa, koko basibeka pezu kwekandelare, size sikanyele bonke abasendlwini. Kwa njalo makukanye ukukanya kwenu pambi kwabantu, ukuze babone imisebenzi yenu elungileyo, badumise uyihlo osezulwini.

แผนการอ่าน และบทใคร่ครวญประจำวัน ตามหัวข้อ Ivangeli ka‐Mateyu 5:15-16 ฟรี