1
I‐Duteronomi 7:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Yazi ke ngoko, ukuba UYEHOVA, UTIXO wako, nguye ONGUTIXO, lowo UTIXO unyanisekileyo, obagcinela ucebano nobubele abamtandayo nabayigcinayo imiyalelo yake, kude kube liwaka lezizukulwana
เปรียบเทียบ
สำรวจ I‐Duteronomi 7:9
2
I‐Duteronomi 7:6
Ngokuba ningabantu abangcwele nina KUYEHOVA, UTIXO wenu: nina uniqashile UYEHOVA, UTIXO wenu, ukuba nibe ngabantu abanqabileyo kuye, ngapezu kwabo bonke abantu abasebusweni bomhlaba.
สำรวจ I‐Duteronomi 7:6
3
I‐Duteronomi 7:8
kungenxa yokuba UYEHOVA ebenitanda, nokuba ebeya kugcina isifungo owabefungele oyihlo benu ngaso, anipumisileyo UYEHOVA ngesandla esomeleleyo, wanikulula endlwini yobukoboka, esandleni sika‐Faro ukumkani we‐Jipete.
สำรวจ I‐Duteronomi 7:8
4
I‐Duteronomi 7:7
Akungenxa yokuba baninzi kwenu ngapezu kwabo bonke abantu, anamatele kuni UYEHOVA, waniqasha; ngokuba nibe ningabancinane kubo bonke abantu
สำรวจ I‐Duteronomi 7:7
5
I‐Duteronomi 7:14
Uya kutanyusanqelwa pezu kwabantu bonke; akuyi kubako pakati kwenu udlolo nodlolokazi, napakati kwenkomo zako.
สำรวจ I‐Duteronomi 7:14