I‐Duteronomi 7:6
I‐Duteronomi 7:6 XHO1902A
Ngokuba ningabantu abangcwele nina KUYEHOVA, UTIXO wenu: nina uniqashile UYEHOVA, UTIXO wenu, ukuba nibe ngabantu abanqabileyo kuye, ngapezu kwabo bonke abantu abasebusweni bomhlaba.