YouVersion Logo
Search Icon

uMarko 16:17-18

uMarko 16:17-18 CXB24

Imiqondiso ke eya kulandelana nabo bakholwayo; Egameni lam baya kukhupha iidemon; baya kuthetha ngeelwimi ezintsha; baya kuphatha iinyoka; nokuba bathe basela into ebulalayo, ayisayi kukha ibenzakalise bona; baya kubeka izandla phezu kwemilwelwe, iphile.

Free Reading Plans and Devotionals related to uMarko 16:17-18