YouVersion Logo
Search Icon

uMika 1:1

uMika 1:1 CXB24

Ilizwi likaYehova elafika kuMika waseMara, ngemihla kaYotam, ka-Ahazi, kaHezekiya, ookumkani bakwaYuda, awalibonayo ngokusingisele kwelakwaSamari neYerusalem.

Related Videos

Free Reading Plans and Devotionals related to uMika 1:1