uHoseya 10:13
uHoseya 10:13 CXB24
Nahlwayela ubugqwetha, navuna ubugqwetha; nadla iziqhamo zobuxoki, ngokuba ukholose ngendlela yenu, nangobuninzi bamagorha akho.