iNtshumayeli 2:21
iNtshumayeli 2:21 CXB24
Ngokuba kubakho umntu omsebenzi wakhe bubulumko nokwazi nokuqiqa; ke lowo ungenzanga nto, uya kuyishiya ibe sisabelo sakhe. Kwanaloo nto ingamampunge nobubi obukhulu.