YouVersion Logo
Search Icon

KwabaseKorinte 1 13:2

KwabaseKorinte 1 13:2 CXB24

Ndingafanelana ndinabo nobuprofeto, ndizazi iimfihlelo zonke, ndinako konke ukwazi; ndingafanelana ndinalo lonke ukholo, ngokokude ndisuse iintaba, uthando ke ndingenalo, andinto yanto.

Free Reading Plans and Devotionals related to KwabaseKorinte 1 13:2