Amaculo 140:1-2
Amaculo 140:1-2 XHO1902A
NDIKULULE, Yehova! kumntu ongalungileyo; ndilondoloze kwindoda yobudlwengu; abaqingayo ububi entliziyweni: imihla yonke bayabutelana befuna imfazwe.