Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 2:14-15
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 2:14-15 XHO1902A
Zonke izinto zenzeni ningenakuṙoṙa nokupikisana; ukuze nibe ningenatyala, ningenamaqokolo, nilusapo LUKATIXO olungohlwayekiyo, pakati kwaso isizukulwana esigoso nesigwenxa, eniti pakati kwabo nibonakale njengezikanyiso elizweni