Imibalo 22:31
Imibalo 22:31 XHO1902A
Waza uyehova watyila amehlo ka‐Bilame, wada wayibona ingelosi kayehova imi endleleni, neṙele layo lir̔oliwe esandleni sayo; wandula watoba ngapantsi, waqubuda ngobuso bake.