Imibalo 22:27
Imibalo 22:27 XHO1902A
Lati iqwaṙashekazi, lakubona ingelosi kayehova, lati butu ngapantsi kwo‐Bilame; yaza yavuta ingqumbo ka‐Bilame, wada walibeta iqwaṙashekazi ngenduku.