YouVersion Logo
Search Icon

Ivangeli ka‐Maraki 16:17-18

Ivangeli ka‐Maraki 16:17-18 XHO1902A

Kanjalo lemiqondiso iya kulandela abo bakoliweyo: Ngegama lam boziku̔pa idemoni; baya kuteta ngenteto ezintsha; baya kucola inyoka; nokuba bayasela into enokubulala, ayisayi kubenzakalisa; bobeka izandla pezu kwabafayo, babeya kuzuza ukupila.

Free Reading Plans and Devotionals related to Ivangeli ka‐Maraki 16:17-18