U‐Jona 4:10-11
U‐Jona 4:10-11 XHO1902A
Wayesiti UYEHOVA: Wena ubetwe lusizi pezu kwekikayone, ongazamanga ngayo, nongayikulisanga; eyapumayo ebusuku bunye, eyabubayo ebusuku bunye kanjako: nam ke, ngendingabetwa lusizi na pezu kwe‐Nineve, esosixeko sikulu, ekukuso abantu abagqita amawaka alikulu linamashumi mabini abangeqiqe pakati kwesokunene isandla sabo nesokohlo sabo, nento eninzi yenkomo?





