U‐Jona 1:3
U‐Jona 1:3 XHO1902A
Kodwa u‐Jona wesuka ukuba asabele e‐Tareshishe, esaba ebusweni BUKAYEHOVA; wehla waya e‐Jopa, wayifumana inqanawa isiya e‐Tareshishe, wanika umvuzo wayo, wangena kuyo, ukuba ahambe nabo ukuya e‐Tareshishe, esaba ebusweni BUKAYEHOVA.





