U‐Yisaya 5:20
U‐Yisaya 5:20 XHO1902A
Kwoba nzima kubo abati ngokukohlakeleyo kulungile, nangokulungileyo kukohlakele; ababeka ubumnyama endaweni yokukanya, nokukanya endaweni yobumnyama; ababeka ubuṙaṙa endaweni yobumnandi, nobumnandi endaweni yobuṙaṙa!





