U‐Yisaya 38:17
U‐Yisaya 38:17 XHO1902A
Bona ke, buguqulwe ubuṙaṙa bam obukulu baba luxolo; wautandile umpefumlo wam, wandikulula emnxunyeni wokubola: ngokuba zonke izono zam uziposile emva kwomhlana wako.