YouVersion Logo
Search Icon

U‐Yisaya 38:1

U‐Yisaya 38:1 XHO1902A

NGALOMIHLA wabesifa u‐Hezekiya wada waza kububa. Wandula weza kuye u‐Yisaya unyana ka‐Amotse, umprofite, wati kuye: Utsho uyehova ukuti: Yolela indlu yako; ngokuba uya kububa wena, akuyi kupila.

Free Reading Plans and Devotionals related to U‐Yisaya 38:1