YouVersion Logo
Search Icon

U‐Yisaya 35:3-4

U‐Yisaya 35:3-4 XHO1902A

Yomelezani izandla ezipolelweyo, namadolo ahexayo niwaqinise. Yitini kwabantliziyo inkwantyayo: Yomelelani, ningoyiki; nanku utixo wenu! impindezelo iyeza, ukuvuza kukatixo; yena uya kuza anisindise.