U‐Yisaya 30:15
U‐Yisaya 30:15 XHO1902A
Ngokuba isitsho inkosi e nguyehova, oyingcwele ka‐Sirayeli, ukuti: Ngokuguquka nangokupumla niya kusindiswa; ngokwonwaba nangetemba kwobako amandla enu; kodwa beningavumi.