U‐Yisaya 19:20
U‐Yisaya 19:20 XHO1902A
Sasiya kuba ngumqondiso nenqi̔na likayehova wemikosi elizweni le‐Jipete; ngokuba beya kukala kuyehova ngenxa yabo ababandezeli, waeya kubatumela umsindisi, nomteteleli, abakulule.