U‐Yisaya 11:2-3
U‐Yisaya 11:2-3 XHO1902A
Umoya kayehova wopumla pezu kwake, umoya wobulumko nengqondo, umoya wobucebo namandla, umoya wokumazi nokumoyika uyehova. Waeya kuqiqa msinya okwokwoyikwa kukayehova; akayi kugweba ngokubona kwamehlo, akayi kwaba ngokuva kwendlebe kanjako:





