I‐Genesise 25:21
I‐Genesise 25:21 XHO1902A
Wamana u‐Yisake emkunga uyehova ngenxa yomfazi wake, ngokuba ebeludlolo; waza uyehova wakungeleka kuye, wada wamita u‐Rebeka umfazi wake.