Umshumayeli 5:2
Umshumayeli 5:2 XHO1902A
Unganxami ngomlomo wako, nentliziyo yako maingakaulezi ukuku̔pa into ebusweni BUKATIXO: ngokuba UTIXO esezulwini, kanti wena usemhlabeni: ngako oko maabe mancinane amazwi ako