Umshumayeli 2:26
Umshumayeli 2:26 XHO1902A
Ngokuba umntu olungileyo ebusweni bake emnika ubulumko, nokwazi, novuyo; kodwa umoni uyamnika umsebenzi wokuhlanganisa nokubuta, ukuba anike kolungileyo ebusweni BUKATIXO. Oku kokungendawo nokukatazeka kwomoya nako.





