Bible App logo
Search Icon

Eyokuqala ka‐Samyali 31:4-5

Eyokuqala ka‐Samyali 31:4-5 XHO1902A

Wandula u‐Saule wati kumtwali wezixo̔bo zake: Ṙola iṙele lako, undihlabe ngalo; hleze aba bangalukileyo beze, bandihlabe, badlale ngam. Kodwa umtwali wezixo̔bo zake ebengavumi; ngokuba ebesoyika kakulu. Waza u‐Saule watabata iṙele, wawa pezu kwalo. Wati umtwali wezixo̔bo zake, akubona ukuba u‐Saule ufile, wawa naye pezu kweṙele lake, wafa kunye naye.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyokuqala ka‐Samyali 31:4-5