Bible App logo
Search Icon

Eyokuqala ka‐Samyali 21:12-13

Eyokuqala ka‐Samyali 21:12-13 XHO1902A

Waye u‐Davide wabekela lamazwi entliziyweni yake, woyika kakulu ngenxa ka‐Akishe ukumkani we‐Gate. Ngako wayenza yimbi ingqondo yake emehlweni abo, wazenzisa igeza ezandleni zabo, waṙwela pezu kwengcango zesango, wahlisela amate ake eludevini lwake.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyokuqala ka‐Samyali 21:12-13