YouVersion Logo
Search Icon

Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 3:3-4

Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 3:3-4 XHO1902A

Abakuhomba makungabi koko kungapandle, njengokwokupota inwele, nokwokufaka igolide, nokwokwambata izivato; koko makube ngumntu ositeleyo wentliziyo, ngokuhomba okungonakaliyo kwomoya olulamileyo nozolileyo, olixabiso elikulu ebusweni bukatixo.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 3:3-4