IINDUMISO 84:2
IINDUMISO 84:2 XHO96
Umphefumlo wam uzele lulangazelelo; ewe, ulangazelela inkundla yakwakho, Ndikhoyo. Ndiyamemelela ndicula ngochulumacho, ndidumisa uThixo ophilayo.