IINDUMISO 8:5-6
IINDUMISO 8:5-6 XHO96
Ngaphezu koko umenze wanganeno kancinane nje kuwe, Thixo; umthe jize ngesihomo nesithozela. Umnike igunya kuyo yonke indalo yakho, wazibeka phantsi kwegunya lakhe zonk' izinto