EYASENTLANGO 22:32
EYASENTLANGO 22:32 XHO96
Isithunywa sabuza sathi: “Ubuyibethela ntoni kangaka le donki yakho kude kube kathathu? Ndize kukunqanda, kuba uzifaka engozini ngolu hambo.