UISAYA 60:6
UISAYA 60:6 XHO96
Ilizwe lozala yimihlambi yeenkamela namankonyane aseMidiyan naseHefa. NabaseShebha baya kuza begxalathelana, bepheth' igolide kunye nesiqhumiso, bebhengeza bedumisa uNdikhoyo.