UHLAZIYO-MNQOPHISO 1:30-31
UHLAZIYO-MNQOPHISO 1:30-31 XHO96
UNdikhoyo uThixo wenu nguye onikhokelayo. Yena wonilwela njengoko nambonayo esenjenjalo eJiputa nasentlango. Andithi kaloku yena wanibeleka njengoko uyise enjenjalo kunyana wakhe, yonke loo ndlela kude kube ngoku?’





