1 YEZIGANEKO 16:36
1 YEZIGANEKO 16:36 XHO96
Makabongwe uNdikhoyo uThixo kaSirayeli kususela ngoku kude kube nini-nini! Ke kaloku bonke abantu bathi: “Huntshuu! Makabongwe uNdikhoyo!”