YouVersion Logo
Search Icon

UMATEYU 24:37-39

UMATEYU 24:37-39 XHO75

Ke kaloku, njengokuba ibinjalo imihla kaNowa, koba njalo nokufika koNyana woMntu. Kuba njengokuba babesithi, ngemihla ebingaphambi konogumbe, badle, basele, bazeke, bendise, kwada kwayimini awangena ngayo emkhombeni uNowa, bengaqondanga, wada wafika unogumbe, wabakhukulisa bonke: koba njalo nokufika koNyana woMntu.

Free Reading Plans and Devotionals related to UMATEYU 24:37-39