UMATEYU 24:12-13
UMATEYU 24:12-13 XHO75
Nangenxa yokwanda kokuchasa umthetho, luya kuphola uthando lwabaninzi. Ke onyamezeleyo kwada kwaba sekupheleni, lowo uya kusindiswa.