YouVersion Logo
Search Icon

UMALAKI 1:6

UMALAKI 1:6 XHO75

Unyana uyambeka uyise, umkhonzi uyayihlonela inkosi yakhe; ukuba ndinguyihlo, kuphi na ke ukubekwa kwam? ukuba ndiyinkosi, kuphi na ukoyikwa kwam? utsho uYehova wemikhosi kuni, babingeleli, nina balidelileyo igama lam. Nibe ke nisithi, Silidelé ngokuthini na igama lakho?

Free Reading Plans and Devotionals related to UMALAKI 1:6