1
uIsaya uIsaya 4:5
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
uYehova uya kudala phezu kwayo yonke indawo yokuhlala yeNtaba yeZiyon naphezu kwamabandla ayo ilifu elingumsi emini nokukhanya komlilo ovuthayo ebusuku, kuba kuya kubakho indawo yokusithela phezu ‘kozuko lonke.
Compare
Explore uIsaya uIsaya 4:5
2
uIsaya uIsaya 4:2
Ngaloo mini iqashiso likaYehova liya kuba lihle, liqaqambe, nesiqhamo somhlaba sibe sihle size sibe nomtsalane kwabasindileyo bakwaSirayeli.
Explore uIsaya uIsaya 4:2
Home
Bible
Plans
Videos