1
KumaHebhere KumaHebhere 7:25
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ngoko unako nokubasindisa kanye abo bezayo ngaye kuThixo, ehlala ehleli nje ukuba abathethelele.
Compare
Explore KumaHebhere KumaHebhere 7:25
2
KumaHebhere KumaHebhere 7:26
Kuba ubesifanele umbingeleli omkhulu onjalo, ongcwele, ongenabubi, ongenabala, owahlukileyo kubo aboni, othe waba ngaphezu kwalo izulu
Explore KumaHebhere KumaHebhere 7:26
3
KumaHebhere KumaHebhere 7:27
ekungafunekiyo ukuba athi imihla ngemihla, njengababingeleli abakhulu aba, anyuse kuqala amadini ngenxa yezono ezizezakhe, andule ukunyusa ngenxa yezabantu; kuba oko wakwenza kwaba kanye, ekuzinyuseni ngokwakhe ngokwedini.
Explore KumaHebhere KumaHebhere 7:27
Home
Bible
Plans
Videos