1
KumaHebhere KumaHebhere 6:19
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ithemba ke esinalo ngokweankile yomphefumlo, linqabile, likwaqinile, lingena liye ngaphaya kwesikhuselo
Compare
Explore KumaHebhere KumaHebhere 6:19
2
KumaHebhere KumaHebhere 6:10
Kuba akanantswela-bulungisa uThixo, ukude awulibale umsebenzi wenu, nomzamo wothando enalubonakalalisa kulo igama lakhe, nabalungiselelayo nje abangcwele, nisamana nibalungiselela.
Explore KumaHebhere KumaHebhere 6:10
3
KumaHebhere KumaHebhere 6:18
ukuze kuthi, ngezinto ezimbini ezingenakuguquleka, angenako ukuxoka ngazo uThixo, sithi, thina basindileyo, sabamba ithemba elibekwe phambi kwethu, sibe nentuthuzelo eqinileyo
Explore KumaHebhere KumaHebhere 6:18
4
KumaHebhere KumaHebhere 6:1
Ngoko ke masithi, siyeka elengqalo ilizwi elithetha ngoKristu, siqhubele kwelokukhula; singabuyi sibeke isiseko senguquko emisebenzini efileyo, nokukholwa kuThixo
Explore KumaHebhere KumaHebhere 6:1
Home
Bible
Plans
Videos