1
uHagayi uHagayi 2:9
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ubuqaqawuli bale ndlu yokugqibela buya kuba ngaphezu kobokuqala, utsho uYehova wemikhosi; kule ndawo ndiya kunika uxolo; utsho uYehova wemikhosi.
Compare
Explore uHagayi uHagayi 2:9
2
uHagayi uHagayi 2:7
ndizinyikimise zonke iintlanga, zifike izinto ezinqwenelekayo zeentlanga zonke; yaye ndiya kuyizalisa ngozuko le ndlu,’ utsho uYehova wemikhosi.
Explore uHagayi uHagayi 2:7
3
uHagayi uHagayi 2:4
Kaloku ke yomelela, Zerubhabheli, utsho uYehova; yomelela, Yoshuwa nyana kaYosdeki, mbingeleli mkhulu; nomelele, nonke zintlanga zehlabathi, utsho uYehova, nisebenze; ngokuba ndinani, utsho uYehova wemikhosi.
Explore uHagayi uHagayi 2:4
4
uHagayi uHagayi 2:5
Ngokwelizwi elo, endakwenzayo kuni ekuphumeni kwenu eYiputa, ndisaligcinile, noMoya wam uphakathi kwenu; sukoyika.
Explore uHagayi uHagayi 2:5
Home
Bible
Plans
Videos