1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:9
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Kodwa njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Izinto ezingabonwanga liso, nezingaviwanga ndlebe, Nezingathanga qatha entliziyweni yomntu, Zizo uThixo awazilungisela abo bamthandayo.
Compare
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:9
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:14
Owemvelo ke umntu akazamkeli izinto zoMoya kaThixo; kuba zibubudenge kuye; kanjalo akanakuzazi, ngokuba ziphicothwa ngokoMoya.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:14
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:10
uThixo wazityhila kuthi ke ngoMoya wakhe; kuba uMoya uphengulula zonke izinto, neenzulu zikaThixo.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:10
4
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:12
Ke thina asamkelanga moya wehlabathi; samkele uMoya ophuma kuThixo; ukuze sizazi izinto esazibabalwa nguThixo.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:12
5
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:4-5
Nokuthetha kwam, nokuvakalisa kwam uKristu kube kungengamazwi oyisa ngabulumko babantu; ukuze ukholo lwenu lungabi sebulumkweni babantu, lube semandleni kaThixo.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 2:4-5
Home
Bible
Plans
Videos