1
Amaculo 78:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
ukuba babeke pezu KWOTIXO itemba labo, bangazilibali izenzo ZIKATIXO, kodwa imiyalelo yake bayibambe
Compare
Explore Amaculo 78:7
2
Amaculo 78:4
Asiyi kuzisitelisa kubantwana babo, sishumayela kwisizukulwana sasemva indumiso ZIKAYEHOVA, namandla ake, nemimangaliso yake ayenzileyo.
Explore Amaculo 78:4
3
Amaculo 78:6
ukuze sizazi isizukulwana sasemva, abantwana abaza kuzalwa; bavuke bazishumayele nakubantwana babo
Explore Amaculo 78:6