Amaculo 78:4
Amaculo 78:4 XHO1902A
Asiyi kuzisitelisa kubantwana babo, sishumayela kwisizukulwana sasemva indumiso zikayehova, namandla ake, nemimangaliso yake ayenzileyo.