1
Abagwebi 5:31
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Makube njalo ukutshatyalaliswa kwazo zonke intshaba zako, YEHOVA! kodwa abo bamtandayo, mababe njengokupuma kwelanga emandleni alo. Laza ilizwe lapumla iminyaka yamashumi mane.
Compare
Explore Abagwebi 5:31