1
Abagwebi 4:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Kekaloku u‐Debora, umprofitekazi, umfazi ka‐Lapidote, yena wagweba o‐Sirayeli ngeloxesha.
Compare
Explore Abagwebi 4:4
2
Abagwebi 4:9
Wayesiti: Ndiya kuhamba nawe ngenyaniso; kodwa noko ubungewalisa abuyi kuba bobako endleleni uhamba ngayo; ngokuba UYEHOVA eya kumtengisa u‐Sisera esandleni somfazi. Wesuka u‐Debora, waya no‐Baraki e‐Kedeshe.
Explore Abagwebi 4:9